• 转发
  • 反馈

《Iinkomo》歌词


歌曲: Iinkomo

所属专辑:The Soil

歌手: The Soil&Zakwe

时长: 04:51

播放 下载lrc歌词 下载纯文本歌词

Iinkomo

Iinkomo - The Soil/Zakwe[00:00:00]

Nazi inkomo ebuhlanti[00:00:02]

Kuvume nabaphantsi[00:00:04]

Besithi eyi sani[00:00:07]

Kutheni angekhamthati[00:00:09]

Ndathi yonk'int'irighti[00:00:12]

Yena ungowami[00:00:14]

Kodwa kukhona ingxaki[00:00:17]

Utata'khe akandifuni[00:00:19]

Nazi inkomo ebuhlanti[00:00:22]

Kuvume nabaphantsi[00:00:24]

Besithi eyi sani[00:00:27]

Kutheni angekhamthati[00:00:29]

Ndathi yonk'int'irighti[00:00:32]

Yena ungowami[00:00:34]

Kodwa kukhona ingxaki[00:00:37]

Utata'khe akandifuni[00:00:40]

Yathi ndisahleli phantsi komthi[00:00:43]

Yadlula yone leyontokazi[00:00:46]

Ndiyaqonda ibiyokha amanzi[00:00:49]

Phaya ezantsi emlanjeni[00:00:51]

Ndaphakama mna ndayilandela[00:00:53]

Nje ngo clever wase gauteni ndasondela[00:00:55]

Molo sana[00:00:59]

Ndicela ukuhamba nawe[00:00:59]

Elothutyana ndivumele ndithethe nawe[00:01:00]

Ndiyi ntsika ekhaya[00:01:01]

Ikhaya lakwa ngxanga[00:01:03]

Ndiyi nkosi lento ikwenza inkozana yam[00:01:06]

Bamb'isandla sam s'thandwa sam[00:01:08]

Uzakuba ngumama wabantwana bam[00:01:11]

Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka[00:01:13]

Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho[00:01:16]

Bahlale phantsi bobabini babonisane[00:01:19]

Whoa oh oh[00:01:28]

Somza ndiyoyika[00:01:42]

Hai ayikho int'enjalo[00:01:47]

Ndoyika umama no tata[00:01:48]

Hai ayikho int'enjalo[00:01:49]

Umama uzakundi krwitsha[00:01:52]

Sthandwa sam[00:01:53]

Utata uzakundibetha[00:01:55]

Hey lovey wam[00:01:56]

Bathi ndiya jola hai ayikho int'enjalo[00:01:57]

Ntsika ndiyoyika[00:02:00]

Hey sthandwa sam hlala nam lovey wam[00:02:02]

Umama uzakundibetha[00:02:06]

Heh man heh man ayikho into'njalo[00:02:08]

Uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola[00:02:12]

Zakwe rap[00:02:24]

Eish min' angazi no kuthi ngi qalephi le ndaba[00:02:24]

Nqaluk' ufika la ngabon' umtwana o grand le ndawo[00:02:26]

Ngathi uk'lahlel 'isingle[00:02:29]

Wa ngibeka kabe wa hamba[00:02:30]

Na le life yo kuba single ena stress my bro[00:02:32]

Ha but le angzo ejaga[00:02:34]

Na le debt ngizo yi cover[00:02:35]

Noma ngi gafe idouble price kodwa ma ngi ngeke ku le kar[00:02:37]

Vele ngiya twas' ukuthi bathi love is blind[00:02:39]

And I believe them girl[00:02:41]

You're my love and you're blind[00:02:43]

You're my love and you're blind[00:02:44]

Uhhh huuu[00:02:46]

Ungitshele ma ngi phazama khona[00:02:46]

Ngizo phaphama inqondo ma phambane[00:02:48]

Inumber number ma u ka ngaya yona[00:02:49]

Ngizo ghoba ku vale' intanbama[00:02:50]

Ngiyazi abanye ba hamba hamba[00:02:52]

Ba qhome ba phalaze but mina ma[00:02:53]

Ngi zo uthi tswa nga'magama 'mnandi[00:02:54]

You're my light in the dark[00:02:56]

You're that vibe in the club[00:02:58]

You're that time in the watch[00:02:59]

E yam' itiming I watch[00:03:01]

Ka mbonis' inkomo ezi ka baba[00:03:02]

Nga mcela ku abadala ke[00:03:03]

That's the picture u kuze ngi qhobeke[00:03:04]

Nazi inkomo ebuhlanti[00:03:06]

Kuvume nabaphantsi[00:03:08]

Besithi eyi sani[00:03:11]

Kutheni angekhamthati[00:03:13]

Ndathi yonk'int'irighti[00:03:16]

Yena ungowami[00:03:18]

Kodwa kukhona ingxaki[00:03:21]

Utata'khe akandifuni[00:03:23]

Hayi andikaze mna ndiyibone hai hai[00:03:26]

Intombazane yentle nje ngaye[00:03:30]

Please ntombazane uzundimamele[00:03:36]

Ndi theth'inyani sthandwa undi charmile[00:03:42]

Ndith' ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe[00:03:47]

Mna nawe baby sesitshatile[00:03:51]

Please ntombazane uzundi kholelwe[00:03:57]

Ndi thet'inyani sthandwa ndikuthandile[00:04:02]

Utata'khe akandifun akandifun akandifun[00:04:05]

Utata'khe akandifun akandifuni[00:04:11]

Utata'khe akandifuni[00:04:15]

Utata'khe akandifun[00:04:18]

Utata'khe akandifun akandifun akandifuni[00:04:20]

Utata'khe akandifun akandifun akandifun[00:04:27]

Utata'khe akandifun akandifuni[00:04:31]

Utata'khe akandifuni[00:04:36]

Utata'khe akandifun[00:04:38]

Utata'khe akandifun akandifuni akandifun[00:04:40]