所属专辑:Afro Tunes - The Blue Album
歌手: Zahara
时长: 05:05
Incwad'encane - Zahara[00:00:00]
Ngeny'imini ndathi ndivuka[00:00:29]
Ndabona incwadi encane[00:00:34]
Ndabona ayiveli kumama lena[00:00:38]
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam[00:00:41]
Ndaqhubeka mna ndafunda[00:00:47]
Ndifund'incwadi encane[00:00:52]
Ithi andazi ndobuya nini na[00:00:56]
Ndisathath'uhambo lwam[00:01:01]
Ndizokhangela phi na[00:01:06]
Ndizobuza bani na[00:01:08]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:01:10]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:01:12]
Ndizobuza kubani na[00:01:14]
Ndizobuza bani na[00:01:17]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:01:19]
Uma ndifun'ubona isthandwa sam[00:01:21]
Ndizokhangela phi na[00:01:24]
Ndizobuza bani na[00:01:26]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:01:28]
Ma ndifun'ubona isthandwa sam[00:01:30]
Ndizobuza kubanina[00:01:33]
Ndizobuza bani na[00:01:35]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:01:37]
Ma ndifun'ubona isthandwa sam[00:01:39]
Ngeny'imini ndathi ndivuka[00:01:42]
Ndadibana nencwadi encane[00:01:46]
Ndabona ayiveli kumama lena[00:01:51]
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam[00:01:54]
Ndaqhubeka mna ndafunda[00:02:00]
Ndifund' incwadi encane[00:02:04]
Ithi andazi ndobuya nini na[00:02:09]
Ndisathath'uhambo lwam[00:02:13]
Ndizokhangela phi na[00:02:18]
Ndizobuza bani na[00:02:20]
Mna ndifun' ubon' isthandwa sam[00:02:22]
Ma ndifun'ubona isthandwa sam[00:02:25]
Ndizobuza kubanina[00:02:27]
Ndizobuza bani na[00:02:29]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:02:31]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:02:34]
Ndizokhangela phi na[00:02:36]
Ndizobuza bani na[00:02:38]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:02:40]
Uma ndifun'ubona isthandwa sam[00:02:43]
Ndizobuza kubanina[00:02:45]
Ndizobuza bani na[00:02:47]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:02:50]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:02:52]
Ndavhunza ndavhunza[00:02:54]
Woo ndavhunza akaendepiko[00:02:58]
Hona mudiwa wangu[00:03:01]
Mudiwa wangu wepamoyo[00:03:03]
Dzoka zvako akaende piko[00:03:06]
Moyo wangu unorwadza ndikakufunga[00:03:12]
Misodzi yobuda[00:03:17]
Hoo na yobuda[00:03:19]
Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda[00:03:22]
Ndati dzoka zvako[00:03:26]
Ndizokhangela phi na[00:03:30]
Ndavhunza akaendepiko[00:03:33]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:03:35]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:03:37]
Ndizobuza kubanina[00:03:39]
Ndavhunza ndavhunza[00:03:41]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:03:44]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:03:46]
Ndizokhangela phi na[00:03:49]
Ndavhunza akaendepiko[00:03:51]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:03:53]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:03:55]
Ndizobuza kubanina[00:03:57]
Ndavhunza ndavhunza[00:04:00]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:02]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:04]
Ndizokhangela phi na[00:04:25]
Ndizobuza bani na[00:04:27]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:04:29]
Ma ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:32]
Ndizobuza kubanina[00:04:34]
Ndizobuza bani na[00:04:36]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:38]
Uma ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:41]
Ndizokhangela phi na[00:04:43]
Ndizobuza bani na[00:04:45]
Mna ndifun'ubon isthandwa sam[00:04:47]
Uma ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:50]
Ndizobuza kubanina[00:04:52]
Ndizobuza bani na[00:04:54]
Mna ndifun'ubona isthandwa sam[00:04:56]